[00:00.307]Ndiyowafumana ph' amagama anokuxelela [00:04.291]Sthandwa ukuba ndikuthanda kanjani? [00:08.672]Nadaya phesheya kolwandle [00:10.877]Azange ndamfumana okhanya njengelanga lakho [00:17.976] [00:24.465]Ndak 'thulel' intyatyambo [00:26.736]Hayi! [00:27.865]Oluhambo alusapheli my dali [00:32.458]Ndakwenzel' izibele [00:34.576]Manje ukhatele sewukholiwe my baby? [00:39.645]Ndikuthanda njengobisi [00:42.528]Ndikuthanda nje ngelizwi [00:44.733]Ndikuthanda nje ngothando lwakho [00:48.756]Ndiyakuthanda xa umdala [00:50.841]Ndicel undiph' utando lwakho [00:56.937]Ma'cheri my cheroe [01:13.859] [01:28.395]Sabhek etown mna nomababy [01:32.689]Ulovie bamthanda kanjani [01:36.748]Bamqab ibhotolo, bamtyisa irolo [01:41.003]Hayi! [01:41.691]Uyakhany umababy [01:43.634]Ma'cheri my cherie [01:47.930]Sath' ukubuyel ekhaya phofu nawe uyazi [01:50.428]Uthando aluphelelanga enqondweni [01:52.801]Undithembile udali [01:54.521]Akanasiyali [01:55.946]Xana singen embedweni [01:57.202]